Isixhosa First Additional Language NCV Level 4 — Memo

November 2020 — NCV Level 4 — Isixhosa First Additional Language

NCV Level 4 2020 NCV Fundamentals
↓ Download PDF Facebook X 📄 207.7 KB
Preparing document

📋 Document Analysis

📄 8 pages 📝 84 items found
See full analysis

Questions — A Preview of What to Expect in the Document

84
This section provides a quick preview of questions from the document. It may not display every question or the complete wording of each one. For the full content, including diagrams, tables and other information, view the original PDF above.
1.1Umdlalo lunxibelelwano phakathi kwabantwana okanye abantu abathile, apho bazilolonga ngeendlela ezahlukileyo. Abantwana badla ngokuzonwanisa ngokudlala. (2\
1.2Undize/ukubumba iinko mo zomdongwe/unochebe/unqaphela sikhule/ugqaphu. (Naziphi ezimbini kwezi.\ (2\
1.3Baxhobiseka kunxibelelano, ukuthetha, ukuncedana, kwanezinye izinto ezakha umntu. (2\
1.4Ukudlala kudlala indima enkulu ukwakha umzimba kwanokuwugcina usempilweni. (1\
1.5Abuyile amasoka asebenza eGoli anxibe iimpahla ezi mbeje mbeje. (Nayiphi impendulo echanekileyo yamkelekile.\ (2\
1.6
1.7Unoxanduva lokuba uzilondoloze, utye ukutya okusempilweni, usele amanzi amaninzi uzilolonge ngalo lonke ixesha. (2\
1.8Wakha umdlali emkhuthazela ukhuphiswano emkhuthaza kwindlela yokuziphatha nesimilo emxhasa ngamaxesha onke. (3\
1.9Ngokuba utye ukutya okunezakha mzimba, uzilolonge ungasebenzisi iziyobisi uhlale nabantu abakwakhayo nabakucebisayo. (2\
1.10Bazikhupha esitratweni nakwigenge ezenza ubugebenga./ Ababinaxesha lokusebenzisa iziyobisi./ Ababi nalo ixesha lokophula umthetho. (Naziphi ezimbini ezichanekileyo.\ (2\
1.11UMzantsi Afrika wawukwayiwe ulikheswa ngeminyaka yocalu calulo./Abantu babengenalwazi luphangaleleyo ngezemidlalo. (Nayiphi impendulo echanekileyo yamkelekile.\ (2\
1.12Ikheswa ilolo. (2\
1.13B/Makubekho uxolo nemvisiswano. (2\
1.14IDemokhrasi yinkululeko okanye ngumakulinganwe. (2\
1.15Inkqubo yedemokhrasi ikhuthaza umasilingane kuba xa kunamhlanje zonke iikhowudi zemidlalo kweli, zikhuphisana nezi nye zamazwe ngokukhululekileyo. (2\
1.16Liqonga lemidlalo ye Olimpiki (2\
1.17Zemedali nemali / netikana eziyikhaphayo. (2\
1.18Yinyani, kuba xa umntu edlala akameli yena kuphela umela nelizwe lakhe. (2\
1.19Ibangela ukuba esoloko exatyisiwe ngabemi, ebekeke kwinqanaba lezihandiba nezitatanyiswa. (2\
1.20Kukuvuleka kwamathuba nakwimidlalo, kwanokunikwa kwabo bagogeke amalungu omzimba ithuba lokuzibonakalisa. (2\
1.21Kuphuhliswa italente yolutsha, ulutsha luthatha inxaxheba kwezemidlalo.Imidlalo yathathelwa ingqalelo , waxatyiswa uMzantsi Afrika. (2\
1.22Ngumdlali ozixabisileyo oyaziyo into indlela aziphethe ngayo ichaphazela nabanye abantu aba ngabemi. (Nayiphi impendulo echanekileyo yamkelekile.\ (2\
1.23Imidlalo yavuleleka kwabaNtsundu nakwabasetyh ini. (2\
1.24Ziphuhlisa ezoqoqosho nezokhenketho. (Nayiphi impendulo echanekileyo myamkelekile.\ (2\
1.25Ewe abadlali boMzantsi Afrika bakwizinga elinye naabo balo mazwe. Ngo 2019 uphumelele indebe yehlabathi kumbhoxo. (Nayiphi impendulo echanekileyo yamkelekile.\ (2\
1.26Isoka/intenetya/mnyazi/umbhoxo/amangqidi (Nayiphi impendulo echanekileyo yamkelekile.\ (1\ [50] AMANQAKU ECANDELO A ICANDELO B USHWANKATHELO UMBUZO 2 Ukumakisha ushwankathelo50
3.1Kuthengiswa imveliso zesikhumba neenwele zabantwana zakwaTLC (1\
3.2Kukuloba abathengi. / Kufunwa abathengi babone imveliso ezingakhusela abantwana babo. /Kutsalwa umdla walowo onomntwana (2\
3.3Siphuhlisa into yokuba inwele nesikhumba zibasempilweni xa usebenzisa imveliso zakwaTLC
3.4Sijoliswe kubantu abanabantwana. / Kubazali abakhathalela abantwana babo. / Kubantwana abanengxaki yesikhumba nenwele. (Nayiphi impendulo echanekileyo yamkelekile (2\
3.5Le mveliso inceda isikhumba nenwele zihlale zithambile. (2\
3.6YeyakwaTLC. (1\
3.7C/ Sokuloba abathengi (2\
3.8BONA/TLC Giveaway, P O Box 473014, Parklands,2121 (2\
3.9INasal Care wipes, kunye neMoist Toilet paper wipes. (2\
3.10
3.11R400 inye. (2\
3.12Zisebenzisele imveliso yakwaTLC nawe./Eyona mveliso eshiya isikhumba sigudile. (Nayiphi impendulo echanekileyo yamkelekile.\ (2\
3.13Mna ndingalungelwa ziNasal Care wipes kuba isikhumba sam sinochuku sifuna ukunakekelwa ngalo lonke ixesha. (Iimpendulo zabafundi ziyakwehluka nayiphi na impendulo esemxholweni yamkelekile\ (2\
3.1425
4.1Ngamapolisa. (2\
4.210111. (2\
4.3Bathe gqaa amehlo./Babambe umzimba./Banyuse amagxa./Bagobe iinyawo. (Nayiphi impendulo echanekileyo yamkelekile.\ (2\
4.4Baphila kwixesha langoku baphethe unomyayi, isinxibo sabo sesale mihla ,iinwele zomntu omfutshane zolukwe idredi, umgqala osesandleni ubonisa ubundlobongela. (Nayiphi impendulo echanekileyo yamkelekile.\
4.5Ukhangeleka onwabile./Uyahleka. (2\
4.6Abahlali babambe amapolisa bawafaka evenini. (Nayiphi impendulo echanekileyo yamkelekile.\ (2\
4.7Kukukhusela abahlali./ Kukubamba izaphuli mthetho/ Kukulwa ubundlobongela nobukrelemnqa. (Nayiphi impendulo echanekileyo yamkelekile.\ (2\
4.8B/Ulwaphulo mthetho. (2\
4.9Ndingasebenzisa izakhono endinazo nezinto endizifundisiweyo. (Nayiphi impendulo echanekileyo yamkelekile.\ (2\
4.10Hayi. Amapolisa kufuneka ahlale ethe qwa maxesha onke, umsebenzi wawo kukubamba abo baphula umthetho. (Nayiphi na impendulo echanekileyo yamkelekile.\ (2\
4.11Bendizakuwakhulula emsebenzini. (Nayiphi impendulo echanekileyo yamkelekile.\ (2\
4.12Kukubonisa ukuba akukho namnye unelungelo lokwaphula umthetho. (2\ [25] AMANQAKU ECANDELO C ICANDELO D UMBUZO 5: IPROZI25
5.1Ukubetha/Ukugweba/Ukuqeqesha ngoswazi. (2\
5.2Siphuhlisa ubuncinane bento. Isinciphiso. (2\
5.3Ukuvuyelela kufuneka kungalungiswa ngokukhawuleza. (2\
5.4Sisetyenziswe njengentloko yesivakalisi./Sisetyenziswe endaweni yesibizo. (Nayiphi impendulo echanekileyo kwezi.\ (1\
5.5Udidi lwesichazi sisibaluli. (1\
5.6Ukwenzela ufumane isicwangciso (2\
5.7Ihlelo 1 umhlobo Umhlobo wam uphumelele zonke izifundo zakhe. Ihlelo 8 izihlobo Izi hlobo zakhe zinobubele kakhulu. (4\
5.8Ihlelo 4 Imikhwa / Impucuko Ihlelo 11 Usapho. (2\
5.9Wokuzitshabalalisa/Wokuzibulala. (2\
5.10
5.11ICEBA dlel zath (12\
5.12B/Isimelabizo sokukhomba. (2\
5.13Sisivumelanisi sesiphawuli. (2\
5.14
5.15C/Butywala (2\ [40]40
6.1Xa uvuka, yonke imihla kufuneka uhlambe idlanza zakho kunye namazinyo.
6.2Isimnini. (1\
6.3a\ Isifo isi ihlelo 7 (b\mntu ihlelo 1 (c\ Iimpahla ihlelo 10 (d\ Iipilisi (8\
6.4Andigulanga kakhulu kulo nyaka ophelileyo ndade andaya kwagqirha. (2\
6.5.1Sisandiso/ubukhulu bento.
6.5.2Ibonisa isenzo esenzeka calanye.
6.5.3Isixando sokwenzela. (3
6.6Umfazi. (2\
6.7Tuberculosis. (2\
6.8Emva kwesimelabizo sokukhomba./Emva kwesikhombisi okanye salathisi. (2\
6.9Bayekile. (2\
6.10Iyeza. (2\
6.11Umguli uthe wayebila kakhulu ebusuku ade abe manzi toxo kwaye wayebhitye engumcinga. (2\
6.12Nzima. (2\
6.13Ubusuku obungenanyanga (Nayiphi impendulo echanekileyo yamkelekile.\ (2\
6.14Isimelabizo soquko (2\
6.15Imvelaphi yesi sifo ayichaneki ncam kodwa oogqirha bazama amatyeli amaninzi ukusilwa [40] AMANQAKU ECANDELO D AMANQAKU EWONKE:40

Mark Allocation

Sections50 + 25 + 25 + 40 + 40 = 180 marks

Paper information

TitleMemo
SubjectIsixhosa First Additional Language
LevelNCV Level 4
Document typeNCV Fundamentals
Year2020
MonthNovember
Pages8
Downloads5

Examination context

Decade2020s
Years ago6y
SeasonSpring (SH)
Start daySunday
Exam periodNovember 2020
Days since exam2,171

About Isixhosa First Additional Language examination preparation

This TVET examination resource can be used as part of a structured revision programme. Past papers are most useful when learners attempt questions independently, work within a realistic time limit, and review their answers afterwards.

How to use this resource for revision

A TVET past examination paper is most useful when it is treated as an active revision exercise. Try the questions yourself before checking the corresponding memorandum. Where you make an error, identify the reason — was it a knowledge gap, a calculation mistake, an interpretation issue, or an examination technique problem?

For stronger examination practice, complete the paper without unnecessary interruptions and keep track of the questions that take the most time. Afterwards, review the memorandum and separate knowledge gaps from mistakes caused by interpretation, calculation, structure, or examination technique.

understanding question requirements
applying subject knowledge
working under time constraints
checking answers
identifying revision priorities

A practical revision approach

Start by completing the resource without looking at the memorandum. Review incorrect and incomplete answers afterwards and make a short revision list based on the areas that caused difficulty.

File details

File size207.7 KB
Pages8
Archived on8 September 2026
File age47d
ContributorFreeMode
Fingerprint1B9B60E517AB

Questions and learner discussion

Log in to ask a question or leave a review.

No questions or discussions have been posted yet.