This section provides a quick preview of questions from the document. It may not display every question or the complete wording of each one. For the full content, including diagrams, tables and other information, view the original PDF above.
1.1Nika imeko apho kuye kuthiwe umntu uthetha intsomi. (2\
1.2Kunasiphumo sini ukunxulunyaniswa kwentsomi nobuxoki. (2\ (4101233\ NC1640 (X\ (M5\V
1.3Khetha impendulo echanekileyo kwezi zilandelayo. Igama ikakhulu ngokomxholo walo mhlathi lithetha:
1.4Xela izinto ezimbini ezibaluleke ngazo iintsomi esizweni. (2\ Jonga kumhlathi
1.5Nika ingcamango yezizwe zaseNtshona eyimpazamo ngosapho lukaNtu. (2\
1.6Lithetha ukuthini ibinzana elikrwelelwe umgca ngaphantsi ngokomxholo walo mhlathi? (2\
1.7Xela amaziko oqeqesho emfundo yemveli akhankanyiweyo. (2\
1.8Chaza indlela ulwazi olwalugcinwa ngayo njengoko kwakungabhalwa kwimfundo yakwaNtu. (2\
1.9Chaza uhlobo loncwadi olwalukho mandulo unike nomzekelo wayo onikwe kwisicatshulwa. (2\
1.10Sizathu sini esibangela ukuba umntu xa exoka kuthiwe wenza intsomi? (2\
1.11Xela iinjongo ezintathu zeentsomi ezikhankanywe kulo mhlathi. (3 Jonga kumhlathi
1.12Nika imizekelo yamagama eendawo iintsomi ezenzeka kuzo nesizathu soko. (4\
1.13Ntsingiselo ni eziswa ligama ukugqagqelana (3
1.14Sizathu sini esicingelwa njengonobangela wokuba kubekho amahlathi awoyikekayo nemiqolomba ezintsomini. (2\ Jonga kumhlathi
1.16Nika ingcamango ephambili yomhlathi wesi 4. (3 Jonga kumhlathi
1.18Nika iindlela ezimbini ezimakha ngayo umntu iintsomi. (2\ Jonga kwisicatshulwa sisonke
1.19Nika umxholo wesi sicatshulwa. (3 [40] AMANQAKU ELI CANDELO EWONKE 40 (4101233\40
3.1[Ithatyathwe kwi cws/cartoonarts international www.cartoon.com]
3.1.1Baphi aba bantu bakule khathuni? Xhasa impendulo yakho. (2\
3.1.2Ibonisa ntoni inkangeleko yobuso yomntu A? (2\
3.1.3Yintoni eveza ukuba umntu B nomntu C bayavana? (2\
3.1.4Zibonisa ntoni iinwele ezingaphelelanga kumntu B? (2\
3.1.5Xela iimpawu ezintathu ezingqina ukuba umntu B uyathetha. (3\
3.1.6(2\
3.1.7Chonga igama elisisihlanganisi kwintetho ekwikhathuni uze uxele umsebenzi walo. (2\
3.1.8Ucinga ukuba kutheni enye imvulophu ivaliwe enye ivuliwe kwezi ziphethwe ngabantu abakule khathuni? (2\
3.1.9Nika igama lomzobi wale khathuni. (1\
3.1.10Xela ukuba umxholo ungantoni umxholo wale khathuni. (2\ [20] (4101233\20
3.2Qwalasela esi sibhengezo ntengiso silandelayo uze uphendule imibuzo elandelayo [Sithatyathwe kwi www.teacounciladverts.com
3.2.1Nika isilogani sale ti ithengiswa kwesi sibhengezo. (1\
3.2.2Chaza ukuba umfanekiso okwisibhengezo uhambelana njani nemveliso ethengiswayo. (2\
3.2.3Caphula isivakalisi esazisa ixesha ephungwa ngalo le ti. (2\
3.2.4Nika izinto ezintathu eluncedo ngazo. (3\
3.2.5Guqulela esi sivakalisi silandelayo kwisiXhosa. Take tea and see (2\
3.2.6Guqula esi sivakalisi silandelayo sibe kwimo elandulayo. Thenga iti ekunika impilo. (2\
3.2.7Chonga isivakalisi ekusetyenziswe kuso ubaxo uze uxele nenjongo yoko. (2\
3.2.8Ucinga ukuba usetyenziselwe ntoni umfanekiso walo mntu ukwisibhengezo? (2\
3.2.9Sijoliswe kweliphi iqela labantu esi sibhengezo? (2\
3.2.10Ingaba abantu bafanele ukuba bakukholelwe okuthethwa zizibhengezo? Xhasa impendulo yakho. (2\ [20] AMANQAKU ELI CANDELO EWONKE 40 (4101233\20
4.1Nika uhlobo lwemvano siphelo efumaneka kwisitanza soku 1. (2\
4.2Nika izinto ezintathu ethi imbongi sizizo isiyobisi kwisitanza soku 1. (3\
4.3Nika intsingiselo yegama ngumlibe , uze uchaze ukuba liphuhlisa ntoni ngesiyobisi. (3\
4.4Kumqolo wesi 6 imbongi isebenzise ( ubaxo/isikweko/impoxo\ (2\
4.5Chaza umahluko phakathi kwegama siyakhuthaza negama sikhuthuza kwimiqolo wesi
4.6Cacisa okuthethwa ngumqolo we 9. (2\ (4101233\ 10 NC1640
4.7Nika udidi lwesafobe esifumaneka kwigama elibhalwe ngqindilili kumqolo we 10 uze uchaze ukuba siqaqambisa ntoni ngesiyobisi. (3\
4.8Luluphi udidi lo mbongo olu? Xhasa impendulo yakho. (3\
4.9Ngokwakwisitanza sesi 2 yintoni eyenza ukuba uSingaye angaboni? (2\
4.10Matanisa udidi lwesafobe olukuKholam B nomqolo olufumaneka kuso okuKholam A. Kholam A Kholam B 1. A. Ubaxo 2. seletyile.
4.11Thelekisa isitanza soku 1 nesesi 2: (i\ Ngokomongo (ii\ Ngokolwakheko lwangaphandle.
4.12Khankanya iindidi zeziyobisi ezixelwe kwisitanza sesi 3 neziphumo zazo kulowo uzisebenzisileyo. (4\
4.13Uyavumelana nembongi xa isithi siyobisi sisifo kumqolo we 16? Xhasa impendulo yakho. (2\
4.14Nika izinto ezintathu ezikhankanywe kwisitanza sesi 3 ezibangwa kukuhamba ebetheka lowo uyotyiweyo. (3\
4.15Nika amagama asetyenziselwe ukuhlonipha iziyobisi kwisitanza sesi 4. (2\
4.16Unjani umoya wembongi kulo mbongo? Xhasa impendulo yakho. (3\ [45] AMANQAKU ELI CANDELO EWONKE 45 (4101233\ 1145
5.1Chaza ukuba yintoni isiduko.
5.2Nika igama elinye elithetha imvelaphi ngokokuzalwa.
5.3Chaza ukuba lahluka njani igama lesiqhelo lomntu kwisiduko.
5.4Ngokwakwesi sicatshulwa isiduko sivela phi?
5.510